Deuteronomy 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
SANDULA sajika, senyuka ngendlela yase‐Bashane; waza wapumela ngakuti u‐Hogi, ukumkani we‐Bashane, yena nabo bonke abantu bake, ukuza kulwa e‐Edrehi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sajika, senyuka ngendlela yaseBhashan; waphuma uOgi ukumkani waseBhashan, wasihlangabeza yena nabantu bakhe bonke, ukuba kuliwe e-Edreyi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sajika senyuka saya eBhashan, waphuma uOgi ukumkani waseBhashan, wasihlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, ukuba silwe ne-Edreyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku senyuka saya eBhashan. Ke yena ukumkani uOgi waphuma nawo wonke umkhosi wakhe, wasihlasela ngase-Edreyi.