Deuteronomy 3:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Neliva le‐Gileyadi, nayo yonke i‐Bashane, e yobukumkani buka‐Hogi, elozwe ndalinika kwisiqingata sesizwe sika‐Manase; sonke isahlulo se‐Ragobi, kunye nayo yonke i‐Bashane, e‐bekutiwa lilizwe lama‐Rafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amasalela aseGiliyadi naweBhashan yonke, ubukumkani bukaOgi, ndawanika isiqingatha sesizwe sikaManase; wonke ummandla weArgobhi neBhashan yonke, leyo bekusithiwa lilizwe lamaRafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Enye inxalenye yaseGiliyadi neBhashan yonke, oko kukuthi, ubukumkani bukaOgi, ndawunika isiqingatha sesizwe sakwaManase; nelizwe lonke laseArgobhi, neBhashan yonke, leyo bekusithiwa lilizwe lamaRafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke sona isiqingatha samaManase ndasinika loo mhlaba useleyo waseGiliyadi, ngokunjalo neBhashan iphela apho kwakulawula uOgi. Yonke loo ngingqi yaseAgobhi kwelaseBhashan yayisaziwa ngokuba ngumhlaba wamaRafa.