Deuteronomy 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa sazipangela zonke inkomo nawo onke amaxoba ezixeko ezo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke zona iinkomo zonke namaxhoba aloo mizi sazithimbela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zona iinkomo namaxhoba aloo mizi sazithimbela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sazithimbela iinkomo namanye amaxhoba apho ezidolophini.