Deuteronomy 30:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Awusezulwini, ukuba utsho ukuti: Ngubanina oya kusinyukela aye ezulwini, asitabatele wona, ukuze siwuve, siwenze?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Awusezulwini, ukuba uthi, Ngubani na oya kusinyukela ezulwini, asithabathele siwuve, siwenze?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Awukho emazulwini, apho ningathi, Ngubani na oya kusinyukela emazulwini, asithabathele, ukuze sive, siwugqibe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awukho phezulu esibhakabhakeni, ukuba ningade nikhale, nithi: ‘Yaz'ba ngubani na oya kunyuka aye esibhakabhakeni asithobele wona uze kuthi, khon' ukuze sibe nokuwuva siwenze?’