Deuteronomy 30:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiyaxela kuni namhla, okokuba niya kububa ngenyaniso; aniyi kwolula imihla pezu kwelolizwe, apo uwela i‐Yoredane ukuya kungena kona, ukuba ulifuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiyanixelela namhla, ukuba nobhubha kanye. Aniyi kolulelwa mini zenu kuwo umhlaba, eniwela iYordan nisiya kuwuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Namhla ndithi kuni, niya kudaka kuphele, aniyi kuyolula imihla yenu emhlabeni, nawela iYordan nisiya kuwuhlutha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ndiyakuxelela ngayo yona le mini ukuba inene uya kutshabalala. Awuyi kuba nabomi bude kwelo lizwe liphesheya kweJordan ungenela ukuya kuma kulo ngoku.