Deuteronomy 31:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bakuza bonke o‐Sirayeli ukuba babonakale ebusweni bukayehova, utixo wako, endaweni aya kunyula yona, uya kulesesha lomteto pambi kwo‐Sirayeli bonke ezindlebeni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekuzeni kubonakala kwamaSirayeli onke phambi koYehova uThixo wakho, kuloo ndawo aya kuyinyula, wowulesa lo myalelo phambi kwamaSirayeli onke ezindlebeni zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa onke amaSirayeli eza kubonakala phambi koYehova uThixo wakho, kuloo ndawo aya kuyinyula, awulese lo mthetho phambi koonyana bakaSirayeli bonke, apho awuphulaphuleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawufundelwe amaSirayeli xa ewonke mhla eze kunqula uNdikhoyo uThixo wenu kuloo ndawo yalathwe nguye.