Deuteronomy 31:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wayiba̔la lengoma kwa ngalomini, wayifundisa elusatsheni luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayibhala uMoses loo ngoma ngaloo mini, wayifundisa oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibhala uMoses loo ngoma ngaloo mini, wayifundisa oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangaloo mini ke uMosis wayibhala ingoma leyo, wayifundisa amaSirayeli.