Deuteronomy 31:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wamyalezela u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, wati: Yomelela ukalipe; ngokuba wena uya kungenisa usapo luka‐Sirayeli elizweni endifungileyo ngalo kulo; ndandiya kubako nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wammisela uYoshuwa unyana kaNun umthetho; wathi, Yomelela, ukhaliphe, kuba uya kubangenisa wena oonyana bakaSirayeli kwelo zwe ndabafungela lona. Ndiya kuba nawe mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamwisela umthetho uYoshuwa unyana kaNun, wathi, Yomelela, ukhaliphe, kuba uya kubangenisa wena oonyana bakaSirayeli kwelo zwe ndabafungela lona; mna ndiya kuba nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wamyalela wenjenje noYoshuwa unyana kaNune: “Qina ukhaliphe, kuba nguwe oza kukhokela amaSirayeli, uye kuwangenisa kwelo lizwe ndawathembisa ngalo ngesifungo; ibe ke mna ndiza kuba nawe.”