Deuteronomy 31:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yitabate lencwadi yomteto, niyibeke ecaleni letyeya yocebano lukayehova, utixo wenu; ukuba ibeko kona ibe linqi̔na ngakuwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithabatheni incwadi yalo myalelo, niyibeke ecaleni letyeya yomnqophiso kaYehova uThixo wenu, ibe lingqina khona kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabathani le ncwadi yomthetho nize niyibeke ecaleni kwetyeya yomnqophiso kaYehova uThixo wenu, ibe bubungqina kuni apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thathani, nantsi ke incwadi yomthetho. Yibekeni ecaleni letyesi yomnqophiso kaNdikhoyo uThixo wenu, khon' ukuze ibe lingqina likaNdikhoyo ngamaSirayeli.