Deuteronomy 31:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndisazi ukuvukela kwako, nentamo yako elukuni. Bona ke, nxa ndisahleli nani namhla, nivukele ngakuye uyehova; kwoba kangakananina ngakumbi emva kwokufa kwam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndiyazazi iinkani zakho, nentamo yakho elukhuni.Yabonani, ndisadla ubomi nje, ndisenani, namana niphikisana noYehova; kobeka phi na emva kokufa kwam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiyazazi iingxaki zakho, nentamo yakho elukhuni; yabonani, andisahlali nani namhla, nigwilikile kuYehova; Kuya kuba njani na emva kokufa kwam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndiyanazi ukuba nizizibhoja ezinenkani. Ngexesha lokudla kwam ubomi benivukelana naye uNdikhoyo; nobeka phi na ukumvukela xa ndingasekhoyo?