Deuteronomy 31:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wawateta ezindlebeni zayo yonke intlanganiso yo‐Sirayeli amazwi alengoma, ada apeliswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawathetha ke uMoses ezindlebeni zebandla lonke lakwaSirayeli amazwi ale ngoma, ada agqitywa:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawathetha ke uMoses amazwi ale ngoma, lada layiva lonke ibandla lakwaSirayeli, lada lagqitywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uMosis yena wawucengceleza wonke lo mbongo, amaSirayeli wona ephulaphule: