Deuteronomy 31:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uyehova wozinika ebusweni benu, ukuba nenze kuzo njengayo yo nke imiyalelo endiniyaleleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
azinikele kuni uYehova; nenze kuzo ngokomthetho wonke endiniwiseleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wozinikela phambi kwenu, ukuze nenze ngokwemithetho yonke endiniyalele yona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uza kuninceda nizoyise. Ngoko ke kufuneka niziphathe kanye ngale ndlela ndiniyalele yona.