Deuteronomy 32:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wamfumana elizweni lentlango nasebugxwayibeni bokulila obulubala; wamzekelelisa, wamqondisa, wamlondoloza njengokozo lweliso lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamfumana ezweni eliyintlango, Enyanyeni, enkangala ebhombolozayo; Wamwola, wamondla, Wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamfumana ezweni eliyintlango, Entlango, enkangala; wamsa kuyo yonke indawo, wamqeqesha, wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wambhaqa kwimpengempenge yentlango, kwinkangala egxwala amarhamncwa, waza wamchola, wampelesa, wamkhusel' okokhozo lweliso lakhe,