Deuteronomy 32:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilitye elakuzalayo uliyekile; utixo owakudalayo umlibele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ILiwa elakuzalayo walihilizela, Wamlibala uThixo owaba nenimba ngawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Awunakulikhumbula iLiwa elakuzalayo, Ungamlibalanga uThixo owakudalayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akayikhathalelanga eyona Ngxondorha aphuma kuyo; suka wamlibala uThixo azelwe nguye.