Deuteronomy 32:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandivusele ikwele ngokungenguye utixo; bandiqumbisile ngezinto zabo ezingendawo: nam ndobavusela ikwele ngabangengabo abantu; ngohlanga olunyabileyo ndiya kubaqumbisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bona bandikhweletisa ngongeThixo, Bandiqumbisa ngamampunge abo. Nam ndiya kubakhweletisa ngabangebantu, Ndibaqumbise ngohlanga olunobudenge.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandikhweletisa ngongeThixo; bandiqumbisile ngamampunge abo, ndaba nobukhwele ngabangebantu; ndiya kubohlwaya ngabantu abaziziyatha;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngezi zithixo bayandikhweletisa; ngale mifanekiso bayandixhokonxa. Nam ke ndobakhweletisa ngohlanga olungebantu bam; ndobaxhokonxa ngohlanga olungenangqondo.