Deuteronomy 32:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba babelumkile, bagqala oku, banakana ukupela kwabo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba babelumkile; ngebekuqiqa oku, Basiqonde isiphelo sabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba babelumkile, ngebekuqonde oko, Waliqonda ikamva labo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba nje bebelumkile ngebeyazi le nto, beliqonda nekamva labo.