Deuteronomy 32:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ubube entabeni apo unyukela kona, ubutelwe ebantwini bako; njengokuba u‐Arone, umkuluwe wako, wabuba entabeni ye‐Hore, wabutelwa ebantwini bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ufele entabeni oyinyukayo, uhlanganiselwe kubantu bakowenu, njengokuba wafayo umkhuluwa wakho uAron entabeni yeHore, wahlanganiselwa kubantu bakowabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ufele entabeni, oyinyukayo, uphumle phakathi kwabantu bakowenu; njengoko wafelayo umkhuluwa wakho uAron entabeni yeHore, wathatyathwa phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ke uya kufela apho entabeni njengomkhuluwa wakho uAron owafela kwintaba iHori.