Deuteronomy 32:52 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko uya kubona elozwe ukude; kodwa akuyi kungena kona, elizweni endilinikayo kulo usapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wolibona ilizwe liphambili, kodwa ungangeni kulo ilizwe endilinika oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wolibona ilizwe liphambi kwakho; ke aniyi kungena ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena elo lizwe uya kulibuka ukude; soze uye kungena kwelo lizwe ndilinika amaSirayeli.”