Deuteronomy 33:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nango‐Gadi wati: Makabongwe lowo owenzela u‐Gadi indawo! uhleli njengengonyama, uyaṙazula umkono, kwa nokakai.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NgoGadi wathi, Makabongwe owandisa uGadi. Ubuthuma njengengonyamakazi, Adlavule umkhono, ewe, nokakayi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NgoGadi wathi, Makabongwe owandisa uGadi; uhleli njengengonyama, esolula isandla sakhe elukakayini lwentloko yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NgoGadi wathi: “Makabongwe owandisa uGadi. UGadi ubuthuma njengengonyama ukuze aqwenge ingalo noba lukhakhayi.