Deuteronomy 33:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wazikangelela okwokuqala; ngokuba kona, esabelweni somnikamteto, ebehlaliswa ngokunqaba; wayesiza nentloko zabantu, wenza ubulungisa bukayehova, nemigwebo yake, kunye no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazibonela isahlulo esiyingqalo; Ngokuba besibekwe khona isabelo sommisi-mthetho. Weza kwiintloko zabantu, Wenza ubulungisa bukaYehova, Namasiko akhe ndawonye namaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazinyulela isahlulo esiyingqalo; ngokuba besihleli khona isabelo sommisi-mthetho; Wabazisa iintloko zabantu, wenza ubulungisa bukaYehova, namasiko akhe kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uzikhethela ezona-zona elizweni, kuba wabelwa inxaxheba yengqwayi-ngqwayi. Umela ubulungisa nemimiselo kaNdikhoyo, zakuba zihlanganisene iinkokheli zakwaSirayeli.”