Deuteronomy 33:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwandula u‐Sirayeli ahlale yedwa ngokunqaba; umtombo ka‐Yakobi woba pezu kwomhlaba wenqolowa neveyine; ewe, izulu lake liya kutontsela umbete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USirayeli uhlala ekholosile, Uwodwa umthombo kaYakobi, Usinga ezweni lengqolowa newayini entsha; Inene izulu lalo liqhoqhoza umbethe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSirayeli uya kuhlala yedwa ekonwabayo; Iqula likaYakobi liya kuba sezweni lengqolowa nelewayini; nesibhakabhaka sakhe siya kuwisa umbethe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uSirayeli uhleli ngenzolo, umthombo kaYakobi uthe geqe, uthe gcobho kwelengqolowa newayini, apho izulu lifefeza umbethe.