Deuteronomy 33:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Mosesi wasiyalela umteto, ilifa lomhlambi ka‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoses wasiwisela umyalelo, Ilifa ke elo lebandla lakwaYakobi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses wasiwisela umyalelo, Ilifa ke elo lebandla lakwaYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
mhla uMosis wabanika umthetho, olibango lebandla likaSirayeli.