Deuteronomy 33:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owabesiti ngoyise nangonina: Andimbonanga; nabazalwana bake akabavuma, nabantwana bake akabazi: ngokuba bewagcinile amazwi ako, nocebano lwako balubamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo uthi kuyise nakunina, Andikuboni; Akatheni nabazalwana bakhe, Akabazi noonyana bakhe; Ngokuba egcine intetho yakho, Wabamba umnqophiso wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo wathi kuyise nakunina, Andimbonanga; yaye akabazi abantakwabo, akabazi nabantwana bakhe, ngenxa yokuba baligcina ilizwi lakho nomnqophiso wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoyise nonina wathi: ‘Andiseva ngani.’ Ngabantakwabo wathi: ‘Andinazi.’ Ngabantwana bakhe wathi: ‘Andisenanto nani.’ Ewe, yena wanonophela ilizwi lakho, wanyaniseka kumnqophiso wakho.