Deuteronomy 34:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngayo yonke imiqondiso nemimangaliso, owabemtuma uyehova ukuya kuyenza ezweni le‐Jipete, ku‐Faro, nakuzo zonke izicaka zake, nakulo lonke ilizwe lake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngemiqondiso yonke, nezimanga, awamthumayo uYehova ukuba azenze ezweni laseYiputa kuFaro, nakubakhonzi bakhe bonke, nakwilizwe lakhe lonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nemiqondiso yonke, nezimanga, awamthumayo uYehova ukuba azenze ezweni laseYiputa kuFaro, nakubakhonzi bakhe bonke, nakwilizwe lakhe lonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho mshumayeli wumbi wakha wenza imiqondiso nemimangaliso enjengaleyo uMosis wayethunywa nguNdikhoyo ukuba ayenze kwelaseJiputa kukumkani wakhona namaphakathi akhe,