Deuteronomy 34:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangaso sonke esosandla someleleyo, nangaso sonke esosoyikiso sikulu, owasenzayo u‐Mosesi emehlweni o‐Sirayeli bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nangaso sonke isandla esithe nkqi, nangokoyikeka konke okukhulu, awakwenzayo uMoses emehlweni amaSirayeli onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nangaso sonke eso sandla sithe nkqi, nako konke ukoyika okukhulu awakwenzayo uMoses emehlweni oonyana bakaSirayeli bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kungekho namshumayeli wakha wabonakalisa imisebenzi yamandla ngendlela erhwaqelisa njengaleyo wasebenza ngayo uMosis phakathi kwamaSirayeli jikelele.