Deuteronomy 4:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UZE kaloku, Sirayeli! upulapule kwizimiselo nakwizigwebo endinifundisayo ukuba nizenze; ukuze nipile, niye ningene nilifuye elozwe ulinika kuni uyehova, utixo woyihlo benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku ke, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo namasiko endinifundisa wona, ukuba niwenze; ukuze niphile, ningene, nilime ilizwe aninikayo uYehova uThixo wooyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khawuphulaphule ke, Sirayeli imimiselo nemithetho endiniyala ngayo, ukuba niyenze, niphile, ningene, nilihluthe ilizwe elo akunikayo uYehova uThixo wooyihlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wawayala amaSirayeli, wathi: “Le mimiselo ndinifundisa yona yithobeleni, khon' ukuze niphile, nibe nako ukungena kwelo lizwe niliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wookhokho benu.