Deuteronomy 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandula wateta uyehova kuni epakati kwomlilo: ilizwi lamazwi naliva, kanti isimilo naningasiboni; neva ilizwi kwapela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo; nasiva isandisa mazwi, anabona mbonakalo, yaba sisandi sodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha uYehova kuni esemlilweni; nasiva isandisa mazwi, anabona mbonakalo yaso; weva ilizwi lodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathetha nani ekuloo mlilo, naza nakuva ukuthetha kwakhe, kodwa anabi nako mpela ukubona ubuqu bakhe – ibililizwi kuphela.