Deuteronomy 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti nina unitabatile uyehova, wanikupa kuso isidlangalala sesincete, kuyo i‐Jipete, ukuba nibe ngabantu belifa kuye, njengokuba kunjalo namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lesinyithi eYiputa, ukuba nibe ngabantu abalilifa kuye, njengoko ninjalo namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina uYehova unithabathileyo, wanikhupha kwiziko lesinyithi, amaYiputa, ukuba nibe ngabantu abalilifa kuye, njengoko ninjalo namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke nina ningabantu uNdikhoyo abahlangule eJiputa kwiziko lomlilo. Wanikhupha apho, khon' ukuze anenze abantu bakhe ncakasana njengokuba kunjalo namhlanje.