Deuteronomy 4:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kufa mna kwelilizwe apa, ndingayi kuwela i‐Yoredane; kanti nina niya kuwela, nilifuye elolizwe lilungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ndiya kufela kweli lizwe, andiyiweli iYordan. Ke nina niya kuwela, nilime elo lizwe lihle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba ndiya kufela kweli lizwe, andiyiweli iYordan; Ke nina niya kuwela, nilidle ilifa elo lizwe lihle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke mna andizukuwuwela umlambo, koko ndiza kufela apha, kodwa ke nina seniza kuwela niye kuma kwelo lizwe lendyebo.