Deuteronomy 4:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshikweni uya kuzala abantwana, nabantwana babantwana, nide nihlale kade elizweni, nandule nizonakalise, nenze umfanekiso oqingqiweyo, imfano yenye into, nenze okubi emehlweni kayehova, utixo wako, ukumqumbisa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe wazala abantwana nabantwana babantwana, kwada kwaba kudala nihleli kwelo zwe, nazonakalisa, nenza umfanekiso oqingqiweyo, imbonakalo yento nokuba yiyiphi, nenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wenu, namqumbisa:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakuba ungazalanga mntwana nabazukulwana, wahlala kwelo zwe imihla emininzi, wazidubula, wazenzela umfanekiso oqingqiweyo, nokuba ngumfanekiso oqingqiweyo; amehlo kaYehova, uThixo wenu, ukuba amqumbise umdla:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Naxa senaluphele kwelo lizwe, senide nanabantwana nabazukulwana, ukuba nithe nona ngokuziqingqela umfanekiso, noba ngoluhlobo luni na, nenza okubi phambi koNdikhoyo uThixo wenu, niyamcaphukisa.