Deuteronomy 4:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uyehova woniti sa pakati kwentlanga; naniya kushiywa nibancinane inani lenu pakati kwabaheyideni, apo uyehova aya kuniqu̔bela kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woniphangalalisa uYehova phakathi kwezizwe, nisale nibantu bambalwa ezintlangeni, apho uYehova aya kuni qhubela khona;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woniphangalalisa uYehova phakathi kweentlanga, nisale nibambalwa ezintlangeni, aya kunisa kuzo uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uya kunisarhaza phakathi kwezizwe apho kuya kusinda iqaqobana nje kuni.