Deuteronomy 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amehlo enu abonile oko wabekwenza uyehova ngenxa yo‐Bali‐pehori: ngokuba onke lomadoda abelandela u‐Bali‐pehori, wona uyehova, utixo wako, uwatshabalalisile pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amehlo enu akubonile oko wakwenzayo uYehova kuBhahali-pehore; ngokuba bonke abo babemlandela uBhahali-pehore, uYehova uThixo wakho ubatshabalalisile phakathi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo enu akubonile oko uYehova wakwenzayo kuBhahali-pehore; ngokuba bonke abantu ababemlandela uBhahali-pehore, uYehova uThixo wakho ubatshabalalisile, bangabikho phakathi kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazibonela ngokwenu into awayenzayo uNdikhoyo eBhali-pehore. Wabatshabalalisa bonke ababenqula uBhali wasePehore,