Deuteronomy 4:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba e ngutixo onenceba, uyehova, utixo wako;) akasayi kukuyeka, akasayi kukububisa kanjako; nocebano lwoyihlo bako, owabebafungela ngalo, akasayi kululibala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nguThixo onemfesane uYehova uThixo wakho; akayi kukuyekela, akayi kukonakalisa, akayi kuwulibala umnqophiso wooyihlo awabafungelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYehova uThixo wakho nguThixo onenceba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena unguThixo onemfesane. Akayi kunilahla kuphele, okanye anitshabalalise; ewe, akayi kuwulibala umnqophiso awawenza ngokwakhe nookhokho benu.”