Deuteronomy 4:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabonakaliswa kuwe ke, ukuze ukwazi okokuba uyehova unguye utixo; akuko namnye ngapandle kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova nguye uThixo;akukho wumbi, nguye yedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makwazeke oko kuni, ukuze nazi ukuba uYehova nguThixo yena; akukho bani ingenguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UNdikhoyo unibonisile zonke ezi zinto, khon' ukuze niqonde ukuba akukho wumbi, nguye yedwa uThixo.