Deuteronomy 4:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangenxa yokuba ebetanda oyihlo bako, kukona waqashayo inzalo yabo emva kwabo, wakupumisa e‐Jipete pantsi kwobuso bake ngamandla ake amakulu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathandayo nje ooyihlo, wayinyula nembewu yabo emva kwabo, wakukhupha eYiputa ngobukho bakhe, ngamandla akhe amakhulu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabathandayo nje ooyihlo, wayinyula imbewu yabo emva kwabo, wakukhupha eYiputa ngamandla akhe amakhulu, phambi kwamehlo akhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ngenxa yokubathanda ookhokho benu waninyula wanikhupha kwelaseJiputa ngamandla akhe angummangaliso nangobukho bakhe,