Deuteronomy 4:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuya kugqogqa intlanga ezizezinkulu nezinamandla ngapezu kwako ebusweni bako, ukuba akungenise, akupe ilizwe lazo libe lilifa, njengokuba kunjalo namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba agqogqe iintlanga ezinkulu ezomeleleyo kunawe, zingabikho ebusweni bakho; ukuba akungenise, akunike ilizwe lazo libe lilifa, njengoko kunjalo namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba azigqogqe phambi kwakho iintlanga ezinkulu ezomeleleyo kunawe, ukuba akungenise, akunike ilizwe lazo libe lilifa, njengoko kunjalo namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wagxotha izizwe ezikhulu nezinamandla kunani, khon' ukuze aningenise kwimihlaba yazo, mihlaba leyo iseyeyenu unanamhla.