Deuteronomy 4:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba kusabele kona umbulali, obulalayo ummelwane wake engazi ke, kwa lowo angamtiyanga ngexesha lapambili; ukuze ati, esabela kwesinye sezixeko ezi, andule apile:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
obulele ummelwane wakhe ngengozi, ebengamthiyile ngaphambili; asabele ke komnye waloo mizi, aphile:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze abalekele khona umbulali lowo, owabulala ummelwane wakhe ngengozi, ebengamthiyanga ngenxa engaphambili; ukuze iphile, xa ithe yasabela komnye wale mizi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
apho umntu wayengaphephela khona, ukuze asinde xa ebulele umntu ongelotshaba lwakhe ngengozi. Xa ebalekele kwezi dolophu wayengenakubulawa.