Deuteronomy 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangela, ndinifundisile izimiselo nezigwebo, njengokuba ndiyalelwe nguyehova, utixo wam, ukuba nenze ngokunjalo pakati kwelizwe, apo niya kona ukulifuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, ndinifundise imimiselo namasiko, njengoko ndawiselwa umthetho nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngokunjalo phakathi kwelizwe eningena kulo, ukuba nilime.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, ndinifundise imimiselo namasiko, njengoko ndawiselwa umthetho nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngokunjalo ezweni eningena kulo ukuba nilihluthe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyabona ke, ndinifundise yonke imimiselo nemigaqo ngokomlomo kaNdikhoyo uThixo wam, khon' ukuze niyithobele nakulizuza elo lizwe niza kungena kulo.