Deuteronomy 5:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku, kunganina ukuba sife? ngokuba sekuya kusigqibela lomlilo umkulu: ukuba siya kupinda ukuliva ilizwi likayehova, utixo wetu, kanjako, siya kwandula sife.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko yini na ukuba sife? Ngokuba lo mlilomkulu uya kusidla; ukuba sithe saphinda saliva ilizwi likaYehova uThixo wethu, sofa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kutheni simele sife ngoku? ngokuba lo mlilo mkhulu uya kusitshisa; ukuba siliva ilizwi likaYehova uThixo wethu, siya kufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke, ngani ukuba sizibeke emngciphekweni wokufa? Hayi bo! Laa ntleke-ntleke yomlilo iya kusitshabalalisa. Singafa ukuba uthe waqhubela phambili uNdikhoyo uThixo wethu ukuthetha nathi.