Deuteronomy 5:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engubanina kuluntu lwonke oke weva ilizwi likatixo ohleliyo, eteta epakati kwomlilo, njengati, waza wapila ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngubani na enyameni yonke, owakha waliva ilizwi likaThixo ohleliyo, ethetha phakathi komlilo, njengathi, waphila noko?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngubani na phakathi kwenyama yonke owalivayo ilizwi likaThixo ophilileyo, ethetha phakathi komlilo, njengathi, waphila noko?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba kukho mntu ukhe waphila akuba eve uThixo ophilayo ethetha njengoko thina simvileyo elangatyeni lomlilo?