Deuteronomy 5:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako niya kulumkela ukwenza njengokuba uyehova, utixo wenu, eniyalele: aniyi kupambukela nangasekunene nangasekohlo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize nizigcine ukuba nenze njengoko uYehova uThixo wenu waniwisela umthetho, ningatyekeli ekunene nasekhohlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke yenzani ngenyameko njengoko uYehova uThixo wenu eniyaleleyo, ningatyekeli ekunene nasekhohlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“MaSirayeli, noba sekutheni yenzani yonke into aniyaleleyo uNdikhoyo uThixo wenu. Yithobeleni yonke imithetho yakhe ningayityesheli nakancinane.