Deuteronomy 6:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nezindlu ezizele zindyebo zonke ungazizalisanga, namacibi embelweyo ungawembelanga izitiya zemiti yeveyine nezeminquma ungazityalanga; ude utye, uhlute nokuhluta:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle, ongazizalisanga;namaqula ambiweyo, ongawambanga; nezidiliya nezinquma, ongazityalanga; wadla wahlutha:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle, ongazizalisanga, namaqula ongawambanga, nesidiliya nesidiliya, ongazityalanga; nokuba nithe nadla, nohlutha;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izindlu zakhona ziphuphuma ubuyoko-yoko ongabulalekanga ngabo. Uya kufumana amaqula aselembiwe, ngokunjalo nezidiliya nezinquma esezityaliwe. Xa sowusitya uhlutha