Deuteronomy 6:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba azisantsulise zonke intshaba zako pambi kwako; njengokuba etshilo uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba azigxothe iintshaba zakho zonke ebusweni bakho, njengoko wathethayo uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba azigxothe iintshaba zakho zonke phambi kwakho, njengoko wathethayo uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba nako ukuzigxotha iintshaba zenu ngokwelizwi lakhe.