Deuteronomy 6:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kunyameka ukuwafundisa kubantwana bako, utete ngawo, ekuhlaleni kwako endlwini yako, nasekuhambeni kwako endleleni, nasekulaleni kwako, nasekuvukeni kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze uwatsolise koonyana bakho, uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho, nasekuvukeni kwakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyifundise ngenyameko abantwana bakho, uthethe ngayo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekuleleni kwakho, nasekuvukeni kwakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.