Deuteronomy 6:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako uya kuwabopa abe ngumqondiso pezu kwesandla sako, aeya kuba njengembasa pakati kwamehlo ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uwabophe esandleni sakho abe ngumqondiso, abe zizikhumbuzo phakathi kwamehlo akho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yibophe ibe ngumqondiso esandleni sakho, ibe njengebhanti phakathi kwamehlo akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze uyiqhinele ibe ngumqondiso esandleni sakho, ngokunjalo nasebunzi, khon' ukuze ihlale isisikhumbuzo.