Deuteronomy 7:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
na xeshikweni uyehova, utixo wako, azinikileyo ebusweni bako, ukuba uzibete: uya kugqibela ukuzilahlela ekutshatyalalisweni; akuyi kulwenza nazo ucebano, akuyi kuzipata ngofefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wazinikela kuwe uYehova uThixo wakho: uze uzixabele, uzisingele phantsi kuphele; ungenzi mnqophiso nazo, ungazisizeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uYehova uThixo wakho wazinikela kuwe; boyise, baqalekise; Uze ungamanyanisi nabo, ungabi nanceba kubo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke akuba uNdikhoyo uThixo wenu ezinikele kuni ezi zizwe nazoyisa, kufuneka nizitshabalalise ziphele nya. Ningaze nenze mvumelwano kunye nazo, futhi ze ningabi nanceba tu kuzo.