Deuteronomy 7:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kuba nokunkwantya pambi kwabo; ngokuba uyehova, utixo wako, epakati kwenu, e ngutixo omkulu nowoyikekayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungangcangcazeli ebusweni bazo; ngokuba uYehova uThixo wakho phakathi kwakho nguThixo omkhulu, owoyikekayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuzoyika, ngokuba uYehova uThixo wakho unawe, uThixo onamandla nowoyikekayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke sanukunkwantya ngenxa yaba bantu, kuba uNdikhoyo uThixo wenu unani, abe ke yena unguThixo omkhulu orhwaqelisayo.