Deuteronomy 8:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owakudlisayo imana entlango, into bebengayazi oyihlo bako, ukuze akutobe, nokuze akulinge, ukuba akwenzele okulungileyo ekupeleni kwako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owakudlisa imana entlango, into ababengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe, akulinge, ukuba akwenzele okulungileyo ekupheleni kwakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owakudlisa imana entlango, ababengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe, akulinge, akwenzele okulungileyo ekupheleni kwakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku apho entlango wanondla *ngemana, ukutya okwakungaziwa, kungazange kutyiwe nangooyihlo-mkhulu. Wanithoba ngokunilinga ngezo meko zinjalo, khon' ukuze ekugqibeleni anithamsanqele ngezinto ezintle!