Deuteronomy 8:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uya kukumbula uyehova, utixo wako, ukuba nguye okunikayo amandla okwenza ubutyebi; ukuze aluqinise ucebano lwake, abefungela oyihlo bako ngalo njengokuba kunjalo namhla nje
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunika amandla okuzuza ubutyebi; ukuze awumise umnqophiso wakhe abewufungele ooyihlo, njengoko kunjalo namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze umkhumbule ke uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunika amandla obutyebi, ukuba awumise umnqophiso wakhe abewufungele ooyihlo, njengoko kunjalo namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokutsho noba nilibele ukuba nguNdikhoyo uThixo wenu onithe jize ngobutyebi. Le nto ke uyenza kuba ezinzisa umnqophiso awawenzayo nooyihlo-mkhulu ngesifungo.