Deuteronomy 8:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kukumbula yonke indlela akuhambisile ngayo uyehova, utixo wako, leminyaka ingamashumi mane, entlango, ukuze akutobe, akulinge, aze akwazi okusentliziyweni yako, ukuba uya kugcina imiyalelo yake, unga yigcini kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho, le minyaka imashumi mane entlango, ukuze akuthobe, akulinge, akwazi okusentliziyweni yakho, ukuba woyigcina imithetho yakhe, akuyi kuyigcina, kusini na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho, ngale minyaka imashumi mane entlango, ukuze uthotywe, ucikidelwe, ukwazi okusentliziyweni yakho, ukuba woyigcina imithetho yakhe, akuyi kuyigcina, kusini na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana aningeyilibali indlela anikhokele ngayo uNdikhoyo uThixo wenu kolu hambo lude kangaka ukucanda intlango, kula mashumi mane eminyaka, enifundisa intobeko, enilinga khon' ukuze aqonde ukuba niza kuyithobela kusini na imiyalelo yakhe!